1 Yookumkani 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke mna sicaka sakho ndiphe intliziyo enobulumko, ukuze ndikwazi ukubalawula abantu bakho, ndiwazi umahluko phakathi kokulungileyo nokubi. Kaloku akakho umntu onganako ukuyilawula le ndimbane yaba bantu bakho.”

1 Yookumkani 3

1 Yookumkani 3:3-13