1 Yookumkani 22:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli wabaqokelela abashumayeli bekwisithuba samakhulu amane, wathi: “Ndingaya kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, okanye ndirhoxe?”Bathi: “Yiya; uNdikhoyo uza kuyinikela esandleni sikakumkani.”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:1-10