1 Yookumkani 22:51 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uAhaziya unyana ka-Ahabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya kunyaka weshumi elinesixhenxe uYoshafati engukumkani wakwaJuda, waza ke walawula kwaSirayeli iminyaka emibini.

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:45-53