1 Yookumkani 22:48 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshafati wakha iqela leenqanawa zokurhweba, ukuze ziye eOfire, zifune igolide. Kambe ke zange zide zihambe, kuba zazisuka zitshone e-Eziyon-gebhere.

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:47-53