1 Yookumkani 22:45 Ibhayibhile (XHO96)

Ezinye zeziganeko zolawulo lukaYoshafati, nempumelelo yakhe, neemfazwe awazilwayo, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:39-52