1 Yookumkani 22:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wakwaSirayeli wayethethe namaphakathi akhe wathi: “Niyaqonda na ukuba iRamoti yaseGiliyadi ngumhlaba wethu, ibe ke asenzi nto ukuzabalazela ukuyithatha kukumkani wama-Aram?”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:1-5