1 Yookumkani 22:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uZedekiya, unyana kaKenana, wayenze iimpondo ngentsimbi, waza ke wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Ngezi mpondo ùya kuwahlaba uwatshabalalise ama-Aram.’ ”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:1-14