1 Yookumkani 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke wabhala iincwadi egameni lika-Ahabhi, wazitywina kwangomsesane wakhe, waza wazithumela kumadod' amakhulu nezidwangube ezazihlala kweso sixeko sikaNabhoti.

1 Yookumkani 21

1 Yookumkani 21:4-11