UAhabhi wathi kuEliya: “Uyawandifumene, lutshabandini lwam?”UEliya wathi: “Ewe, ndikufumene. Kaloku wena uzincamele ukwenza amanyondololo phambi koNdikhoyo.