1 Yookumkani 20:32 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke babhinqa ezirhwexayo, bazithandela ngamagqesha entloko, baza baya kukumkani wakwaSirayeli, bafika bathi: “Isicaka sakho uBhenadadi sithi: ‘Nceda, sewusindisa nje oku kobomi bam.’ ”Ukumkani wathi: “Ngaba usaphila? Hayi, ngumntakwethu lowo!”

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:28-42