Yaba ziintsuku ezisixhenxe ijamelene loo mikhosi, yaza ke yadibanisa ngolu lwesixhenxe. Ngamini-nye nje, amaSirayeli alalisa iingxwelerha ezilikhulu lamawaka kuma-Aram angamajoni ahamba ngeenyawo.