1 Yookumkani 20:25 Ibhayibhile (XHO96)

Gaya umkhosi olingana nalowa besinawo, kube njalo emahashini nasezinqwelweni, ukuze sibe nako ukulwa namaSirayeli emathafeni. Xa siyenzile ke loo nto siya kuwongamela.” Ukumkani walamkela elo cebo, waza ke wenza njengoko.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:23-35