1 Yookumkani 20:22 Ibhayibhile (XHO96)

Wafika umshumayeli lowa, wathetha nokumkani wakwaSirayeli, wathi: “Buyani nizihlaziye, nicwangcise ngenyameko, nihlale nomelele, kuba ukumkani wama-Aram lo uza kubuya aphinde anihlasele entlakohlaza.”

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:13-32