1 Yookumkani 20:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uBhenadadi ukumkani wama-Aram wawuqokelela wonke umkhosi wakhe. Wayencediswa ngookumkani abamashumi mathathu anambini, benamahashe neenqwelo zabo, wayingqinga iSamariya wayihlasela.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:1-6