1 Yookumkani 2:40 Ibhayibhile (XHO96)

Akuyiva ke le nto, wabopha idonki yakhe, waya kuAkishe eGati, efuna loo makhoboka. Ke uShimeyi wawafumana apho eGati amakhoboka lawo, wabuya nawo.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:36-46