1 Yookumkani 2:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uSolomon wamkhiqa uAbhiyatare kububingeleli, ezalisekisa ilizwi awalithethayo uNdikhoyo eShilo malunga nendlu kaEli.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:21-31