1 Yookumkani 2:20 Ibhayibhile (XHO96)

UBhashebha ke wathi: “Ndinesicelo esinye endifuna ukusenza kuwe; uze ungalanduli.”Ukumkani waphendula wathi: “Thetha, mama; andiyi kulandula.”

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:14-21