Ke kaloku uAdoniya, unyana kaHagiti, waya kuBhashebha, unina kaSolomon. Ke yena uBhasheba wathi: “Ngaba uza ngoxolo na?”UAdoniya waphendula wathi: “Ewe, ndiza ngoxolo.”