1 Yookumkani 19:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uElisha wazishiya iinkabi ezo, waza wabaleka emva koEliya. Wathi kuye: “Makhe ndiye kwanga utata nomama kuqala, ukuze ke ndihambe nawe.”UEliya waphendula wathi: “Hamba kaloku; andikuthinteli nganto.”

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:17-21