1 Yookumkani 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wathi kuye: “Hamba ubuyele apho ubuvela khona, uye kwintlango yaseDamasko. Wakufika khona ke uze uthambise uHazayeli abe ngukumkani wama-Aram.

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:10-18