1 Yookumkani 18:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi xa uJezebhele wayebaphumele ngokubabulala abashumayeli bakaNdikhoyo, uObhadiya wathatha ikhulu labashumayeli, waya kubafihla emiqolombeni emibini, wafaka amashumi amahlanu kumqolomba ngamnye, wamana ebapha ukutya namanzi.)

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:3-10