1 Yookumkani 17:23 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya ke wamfunqula umntwana lowo, waphuma naye kwelo gumbi, waya naye kwelikanina. Wamnikezela kunina, waza wathi: “Uyabona ke, unyana wakho uphilile!”

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:16-24