Waza ke wazolula apho phezu kwaloo mntwana kwakathathu, wakhala kuNdikhoyo wathi: “Hayi bo, Ndikhoyo, Thixo wam, wubuyisele kuye umphefumlo walo mntwana!”