1 Yookumkani 17:19 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya waphendula wathi: “Mzise apha kum unyana wakho lowo!” Wamthatha ke apho kuloo mhlolokazi, waza waya naye kwigumbi eliphezulu, apho wayehlala khona, wafika wamlalisa kumandlalo wakhe.

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:16-20