Kaloku loo ngqayi yomgubo zange iphele, kananjalo naloo ndebe yamafutha ayiphelanga, ngokomlomo kaNdikhoyo kuEliya.