1 Yookumkani 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uEliya waseTishbhi eGiliyadi wathetha noAhabhi, wathi: “Ekho nje *uNdikhoyo uThixo kaSirayeli, lo ndimkhonzayo, kuza kubakho imbalela kungabikho mbethe namvula kule minyaka izayo kungengalo ilizwi lam.”

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:1-6