1 Yookumkani 16:6 Ibhayibhile (XHO96)

UBhayesha waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eTirza. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uEla.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:1-15