1 Yookumkani 16:31 Ibhayibhile (XHO96)

Akanelanga nje ukwenza izono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, kodwa wongeza nangokuthatha uJezebhele intombi kaEtibhali ukumkani wamaSidon, waza ke wangena ekunquleni uBhali.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:22-34