1 Yookumkani 16:24 Ibhayibhile (XHO96)

Wathenga induli yaseSamariya kuShemere ngamawaka amathandathu eengqekembe zesiliva, waza ke wakha isixeko apho kuyo, wasibiza ngokuba yiSamariya, igama likaShemere umnini waloo nduli kumaxesha angaphambili.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:15-32