Ke abalandeli bakaOmri baboyisa abo bakaTibheni unyana kaGinati. Ke yena uTibheni wafa, waza ke uOmri wangukumkani.