1 Yookumkani 16:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndakuphakamisa eluthulini, ndakwenza inkokheli yabantu bam amaSirayeli. Kambe ke wena suka wangena ekhondweni likaJerobhowam, wabalukuhlela esonweni abantu bam amaSirayeli. Ezo zono ke ziwuxhokonxile umsindo wam.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:1-6