1 Yookumkani 16:11 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke uZimri akungena ezintanjeni wayingenela wayibulala indlu kaBhayesha iphela. Wabulala akashiya duna, nditsho isizalwana nesihlobo.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:10-20