Ezinye zeziganeko zokulawula kuka-Abhiya, nayo yonke imisebenzi yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.Kwakusoloko kukho imfazwe phakathi kuka-Abhiya noJerobhowam.