1 Yookumkani 15:27 Ibhayibhile (XHO96)

UBhayesha unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe, waza wambetha wafa eGibheton, idolophu yamaFilistiya, xa yena uNadabhi noSirayeli ephela babeyingqingile.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:26-30