1 Yookumkani 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAhiya akuziva izingqi zakhe engena emnyango, wabhekisa kuye wathi: “Ngena, umka-Jerobhowam. Kutheni uzenza mntu wumbi nje? Kanti ke ndiphathiswe udaba olubuhlungu ngawe.

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:1-10