1 Yookumkani 14:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke umka-Jerobhowam wenza njengoko wayeyalelwe nguJerobhowam, waya eShilo kwa-Ahiya.Ke kaloku uAhiya lo wayeselenorhatyazo engaboni kakuhle ngenxa yobudala.

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:1-14