Bada benza nezibingelelo zamahenyu angamadoda apho kwelo lizwe labo. Kaloku bangena bawenza onke amasikizi awayesenziwa zizizwe awazigxothayo uNdikhoyo phambi kokungena kwamaSirayeli.