Ke kaloku uJuda wona kuNdikhoyo. Ngezono abazenzayo uNdikhoyo bamkhweletisa, waza wakhathazeka nangaphezu kokuba babemcaphukisile ngezenzo zabo ooyise.