1 Yookumkani 13:31 Ibhayibhile (XHO96)

Bakugqiba ke ukumngcwaba, wathi koonyana bakhe: “Ndakuba ndifile ze nindifihle kweli ngcwaba lilele lo mfo wakwaThixo, amathambo am niwabeke ecaleni kwawakhe.

1 Yookumkani 13

1 Yookumkani 13:25-33