1 Yookumkani 13:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangaloo mini umfo wakwaThixo wenza umqondiso, wathi: “Nanku umqondiso awukhuphileyo uNdikhoyo: Niyabona, eli qonga liya kuqhekeka, luze uthuthu oluphezu kwalo luphalale.”

1 Yookumkani 13

1 Yookumkani 13:1-7