1 Yookumkani 13:24 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke esahamba, kwee gqi ingonyama apho endleleni, yamqwenga yambulala. Waza ke umzimba wakhe wee gangalala apho endleleni, idonki nengonyama zona zingxange phezu kwakhe.

1 Yookumkani 13

1 Yookumkani 13:14-26