1 Yookumkani 13:14 Ibhayibhile (XHO96)

waza walandela umfo wakwaThixo. Ke kaloku wamfumana ehleli phantsi komthi wom-oki, waza wathi kuye: “Unguye na laa mfo wakwaThixo uphuma kwelakwaJuda?”Yena ke wathi: “Ndinguye!”

1 Yookumkani 13

1 Yookumkani 13:11-22