1 Yookumkani 12:25 Ibhayibhile (XHO96)

UJerobhowam wayixhobisa iShekem kwelo lakwaEfrayim, waza wahlala khona. Kananjalo waya kuyakha nePeniyeli.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:23-33