1 Yookumkani 12:21 Ibhayibhile (XHO96)

Akufika eJerusalem uRehobhowam waqokelela indlu kaJuda nekaBhenjamin – amawaka alikhulu elinamashumi asibhozo ewonke amadoda omkhosi – ukuze alwe noSirayeli, alubuyisele ulawulo kuRehobhowam unyana kaSolomon.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:12-29