1 Yookumkani 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSirayeli ewonke uthe akubona ukuba ukumkani uyala ukuphulaphula, wamphendula wathi:“Sinasabelo sini na kuDavide?Sinanxaxhebani na kunyana kaJese?Godukani, maSirayeli!Ke wena, Davide, jongana nendlu yakho!”Ngoko ke amaSirayeli agoduka.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:6-22