1 Yookumkani 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

wathatha elabafana, wathi: “Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu. Mna ke ndiza kuyenza ibe nzima ngaphezulu. Njengoko yena ubawo ebenibetha ngoswazi, ke mna ndiza kunikatsa ngemvubu.”

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:10-16