1 Yookumkani 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Abo bafana baziintanga zakhe baphendula bathi: “Abo bantu bathi: ‘Uyihlo wayenza nzima idyokhwe yethu, kodwa wena yenze ibe lula kuthi.’ Ke wena baxelele uthi: ‘Ucikicane wam ungaphezu kwesinqe sikabawo.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:6-19