1 Yookumkani 11:31 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wathi kuJerobhowam: “Zithathele iziqwenga zibe lishumi. Kaloku la ngamazwi *kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, uthi: ‘Ndiza kuwukrazula umbuso kaSolomon, wena ndikunike izizwe ezilishumi.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:21-37