1 Yookumkani 11:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku lo mfo unguJerobhowam wayelichule. Akubona ubuhle bomsebenzi walo mfana ke uSolomon, wammisa ukuba abe ngumveleli kubo bonke abasebenzi bendlu kaJosefu.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:26-38