1 Yookumkani 11:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke noJerobhowam unyana kaNebhati wavukelana nokumkani uSolomon. Wayengomnye wamaphakathi kaSolomon, engumEfrayim waseZereda, unina engumhlolokazi ogama linguZeruya.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:20-33